TIE CEREMONY


Kicking this year with a BANG!

Introducing tie ceremony, we are honouring our matric learners with parents dressing up their children with their special matric tie. The purpose is to uplift the community by joining celebration with their children and showcase the major step these learners have just taken. We as Kama High School, we are truly PROUD of our learners.

Ukumiselwa kweTie Ceremony  

Sizakuhlonipha abafundi bethu beMatric, apho abazali baya kunxiba abantwana babo iTie yabo ekhethekileyo yeMatric. Injongo yethu kukuphakamisa uluntu ngokudibanisa olu lonwabo nabantwana babo, nokubonisa inyathelo elikhulu abafundi bethu abathe balithatha. Thina kwaKama High School siyazingca kakhulu ngabafundi bethu!



No comments:

Post a Comment